Skip to content Skip to footer

Ukuhola Kwephrojekthi

UMarco Solani noChristoph Correll ngabo bobabini abangabakhokeli beproject iCOH-_FIT bangaba phandi baseziclinic benembali eme ixesha elide ephumeleleyo kwintsebenziswano,ekuxubeni, kwindibano nasekwandiseni ukufuna kwabo ulwazi amacebo, kunye nothungelwano nokuquka nokwabelana kwenzondelelo yokuqhuba.Ejongene nentshabalalo yokutyakatywa ngubhubhane we COVID-19, bobabini baziva kukufuphi emnciphekweni kunye nemfuneko emandla engxamisekileyo yokutshintsha isikhundla sokungenzi nto ukhwanqisiwe ubukele usebenzise ubutyebi bangaphakathi nangaphandle ukuze sonke ngobumbano siqokelele ulwazi olunokusetyenziswa ukwenza umahluko ngexesha nasemva kobhubhane we COVID-19. Bobabini bebesethamsanqeni lokudibana ngokulinganayo ngokukhawuleza nabaxhasi abagqwesileyo abangqondo ifanayo kwilizwe lonke jikelele ababelana ngezimvo ezinye zoxanduva abenze iqela le COH-FIT

UChristoph U. Correll

Christoph U. Correll, MD,Uligcisa kwezengqondo naku mayeza eMolecular kwisikolo iDonald and Barbara Zucker saMayeza eHofstra/Northwell.Hempstead, New York, USA; futhi uyinjingalwazi Kwezengqondo ebantwaneni nabakwafikisayo e Charite Universitatsmedizin, Berlin, Germany.

Uphando lwakhe nomsebenzi wasezikilinic ujongise ekuchongeni, isimo nasekunyangweni ulutsha nabadala abanezigulo zengqondo ezimandundu, Amachiza wengqondo psychopharmacology, Epidemiology,kuthelekiswa ukusebenza kunye nomgama Phakathi kwempilo yomzimba nempilo yengqondo.

Ubhale amaphephandaba angaphezu kwe 600, wafumana ngaphezu kwe 40 kwizizwe nakumazwe amakhulu imivuzo ngemisebenzi yakhe. Oko kwango 2014 unyaka awaqala ngayo umlinganiselo obala ngamashumi,Wadweliswa elekonyaka ngu Clarivate/Web weNzululwazi njengomnyeonelona futhe kwingqondi zenzululwazi yaye engo phezulu1%ocatshulwe kwinzululwazi kummandla wezengqondo.

UMarco Solmi

Marco Solmi, MD, PhD, is a Psychiatrist at The Ottawa Hospital, Investigator at Ottawa Health and Research Institute, and Associate Professor of Psychiatry at University of Ottawa.

His main areas of clinical and research interest include physical health of people suffering from mental disorders, as well as prevention and early intervention of mental disorders.

He has authored over 260 international publications in peer-reviewed journals since 2013.

COH-FIT © 2024. All Rights Reserved.